Inyathi Ibuzwa Kwabaphambili  artwork

Inyathi Ibuzwa Kwabaphambili

1 episode - English - Latest episode: over 2 years ago -

Inkqubo engemicimbi yolwazi lomthonyama oluqulathwe kwiilwimi nakwiimbali zesiNtu

History
Homepage Apple Podcasts Google Podcasts Overcast Castro Pocket Casts RSS feed

Episodes

Inkenkqe nentwaso

October 25, 2021 15:19 - 53 minutes - 48.9 MB

Kwesi siqendu sokuqala sipicota imiba engolwazi oluqulathwe kwilwimi nakwiimbali zethu. Sithetha ngentsingiselo kunye nengqiqo alele kula magama: iNtwaso kunye neNkenkqe. Ziqwalasela nzulu ukuba la magama athetha ukuthini kuthi nakwimisebenzi esiyithabathayo ebomini. Ezona ndawo sicangcatha kuzo ngezi: kuthethwa ukuthini xa kuthiwa umntu unenkenkqe? Ingaba unganayo inkenkqe ube ungathwaseli bugqirha? Ukuthwasa kona kuthetha ukuthini? Kukuvuma ukufa ngengulo emhlophe?  Okanye Ikhona enye ints...